1
Ivangeli ka‐Mateyu 18:20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba apo bahlanganisene kona ababini umhlaumbi abatatu egameni lam, ndiko kwa kona pakati kwabo.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:20
2
Ivangeli ka‐Mateyu 18:19
Kanjako nditi kuni: Ukuba ababini kuni baya kuvumelana emhlabeni apa ngayo enye indawo basukuba becela yona, iya kwenzelwa bona NGUBAWO osezulwini.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:19
3
Ivangeli ka‐Mateyu 18:2-3
Waza u‐Yesu wabiza umntwana, wammisa pakati kwabo, watsho ukuti: Ngokwenene nditi kuni: Xeshekweni ningaguqulwanga naba njengabo abantwana, anisayi kuza ningene ebukumkanini bezulu.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:2-3
4
Ivangeli ka‐Mateyu 18:4
Ngako osukuba ezitoba njengomntwana lo, nguye lowo omkulu kwabanye ebukumkanini bezulu.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:4
5
Ivangeli ka‐Mateyu 18:5
Kanjalo osukuba esamkela umntwana onje emnye egameni lam, uyamkela mna
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:5
6
Ivangeli ka‐Mateyu 18:18
Ngokwenene nditi kuni: Into enisukuba nizinxiba emhlabeni, ziya kunxitywa ezulwini; nento enisukuba nizikulula emhlabeni, ziya kukululwa ezulwini.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:18
7
Ivangeli ka‐Mateyu 18:35
Kwa nje ke NOBAWO wasezulwini uya kwenje njalo kuni, ukuba abazalwana benu anibaxoleli nonke ngabanye ngentliziyo zenu iziposo zabo.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:35
8
Ivangeli ka‐Mateyu 18:6
kodwa osukuba exakanisa omnye waba bancinane abakolwayo kum, kulungele yena ngakumbi, ukuba ilitye lapezulu lokusila lixo̔nyelwe entanyeni yake, aze antywiliswe enzulwini yolwandle.
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:6
9
Ivangeli ka‐Mateyu 18:12
Niti nina ke? Ukuba umntu uba nekulu legusha, ize ilahleke enye kuzo; akati na azishiye ezimashumi alitoba enesitoba, ahambe aye ezintabeni, ayifune leyo ilahlekayo?
Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 18:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo