1
Ivangeli ka‐Luke 6:38
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
yipani, kwakuya kupiwa nina; ukulinganiswa okulungileyo, okuhlohliweyo, nokuhlunguzelweyo, nokupalalayo, kwopiwa esifubeni senu: ngokuba okona kulinganisa enilinganisa ngako, kwobuya kulinganiselwe nina.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:38
2
Ivangeli ka‐Luke 6:45
Umntu olungileyo kwimbekelo elungileyo yentliziyo yake uyavelisa okulungileyo; nomntu okohlakeleyo kwimbekelo ekohlakeleyo yentliziyo yake uyavelisa okukohlakeleyo: ngokuba umlomo wake uteta okuvela ekupupumeni kwentliziyo.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:45
3
Ivangeli ka‐Luke 6:35
Kodwa tandani intshaba zenu, nenze okulungileyo, niboleke ningatembi ukuba nobuya namkele nto; waye umvuzo wenu uya kuba mkulu, nani niya kuba ngonyana bopezu kwonke: ngokuba yena enobubele kwabo bangabuleliyo nabakohlakeleyo.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:35
4
Ivangeli ka‐Luke 6:36
Yibani nenceba ngoko, njengokuba NOYIHLO enenceba.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:36
5
Ivangeli ka‐Luke 6:37
Ize ningabeki tyala, naningayi kubekelwa tyala nani: ningagwebi, naningayi kugwetywa nani: kululani, naniya kukululwa nina
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:37
6
Ivangeli ka‐Luke 6:27-28
Koko ndisiti kuni nivayo: Tandani intshaba zenu, benzeleni okulungileyo abo banitiyayo, tamsanqelisani abo baniqalekisayo, nitandazele abo banipata kakubi.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:27-28
7
Ivangeli ka‐Luke 6:31
Kanjako njengokuba nitanda ukuba abantu benze kuni, nani yenzani kwa njalo kubo.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:31
8
Ivangeli ka‐Luke 6:29-30
Okubetayo kwesinye isidlele, mnikele nesinye; nosusayo ingubo yako, ungamaleli ukutabata nesivato sapantsi. Yipa bonke abacelayo kuwe; nohlutayo okukokwako, ungabuyi ukubize kuye.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:29-30
9
Ivangeli ka‐Luke 6:43
Ngokuba kungeko mti olungileyo uzihlanza iziqa̔mo ezibolileyo; kanjako akuko mti obolileyo uzihlanza iziqa̔mo ezilungileyo
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:43
10
Ivangeli ka‐Luke 6:44
ngokuba yonke imiti ngeminye isaziwa ngezayo iziqa̔mo; ngokuba kungakiwa makiwane emingeni, kanjalo kungavunwa dreyive emtolweni.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 6:44
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo