1
U‐Jobi 18:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ewe, ukukanya kwabakohlakeleyo kuya kucinywa; ilangatye lomlilo wake aliyi kukazimla.
Thelekisa
Phonononga U‐Jobi 18:5
2
U‐Jobi 18:6
Ukukanya kwoba bumnyama ententeni yake; nesibane sake pezulu kwake siya kucinywa.
Phonononga U‐Jobi 18:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo