1
Ivangeli ka‐Johane 12:26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ukuba umntu uyandikonza, makandilandele; nalapo ndikona mna, woba kwa lapo nomkonzi wam: naxeshekweni umntu andikonzayo mna, UBAWO uya kumbeka yena.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Johane 12:26
2
Ivangeli ka‐Johane 12:25
Otandayo ubomi bake, buya kumlahleka; notiyayo ubomi bake kwelilizwe, wobugcina kude kube bubomi obungunapakade.
Phonononga Ivangeli ka‐Johane 12:25
3
Ivangeli ka‐Johane 12:24
Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Xeshekweni ukozo lwenqolowa, lwakuba luwele emhlabeni, lungafi, luhlala lona lulodwa; kodwa xeshekweni lufayo, luvelisa isiqa̔mo ezininzi.
Phonononga Ivangeli ka‐Johane 12:24
4
Ivangeli ka‐Johane 12:46
Ndize elizweni mna ndilukanyiso, ukuze osukuba ekolwa kum angahlali ebumnyameni.
Phonononga Ivangeli ka‐Johane 12:46
5
Ivangeli ka‐Johane 12:47
Naxeshekweni umntu evayo amazwi am, angakolwa ke, andimgwebi mna: ngokuba ndingezanga ukuba ndigwebe ilizwe, koko ndize ukuba ndisindise ilizwe.
Phonononga Ivangeli ka‐Johane 12:47
6
Ivangeli ka‐Johane 12:3
Wandula u‐Mariya, watabata iponti yamafuta mnandi enadusi engcwengileyo, exabiso likulu kunene, watambisa inyawo zika‐Yesu, wazisula inyawo zake ngenwele zake: yati indlu yazaliswa livumba lamafuta lawo.
Phonononga Ivangeli ka‐Johane 12:3
7
Ivangeli ka‐Johane 12:13
batabata amagatya emiti yepalime, bapuma ukuya kumhlangabeza, badanduluka, besiti: Hosana! Makatanyusanqeliswe ozayo egameni LIKAYEHOVA, ukumkani wo‐Sirayeli!
Phonononga Ivangeli ka‐Johane 12:13
8
Ivangeli ka‐Johane 12:23
Kodwa u‐Yesu wabapendula, esiti: Lifikile ixeshana lokuba unyana wesintu enzelwe ubungcwalisa.
Phonononga Ivangeli ka‐Johane 12:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo