1
U‐Jeremiya 50:34
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Umkululi walo unamandla, NGUYEHOVA wemikosi igama lake; uya kupikisa impikiso yalo ngenyaniso, ukuze anike umhlaba ukupumla, nabemi base‐Babilone abaxalise.
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 50:34
2
U‐Jeremiya 50:6
Abantu bam babezigusha ezilahlekileyo, abalusi babo babadungudelisile, babasongele ezintabeni; bemkile entabeni ukuya endulini, balibele indawo yokubutuma kwabo.
Phonononga U‐Jeremiya 50:6
3
U‐Jeremiya 50:20
Ngaleyomihla, nangeloxesha, utsho UYEHOVA, kungafunwa inkohlakalo ka‐Sirayeli, kodwa yoba ingeko, nezono zika‐Juda, kodwa aziyi kufunyanwa; ngokuba ndiya kuxolela abo ndibasalisayo.
Phonononga U‐Jeremiya 50:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo