1
U‐Jeremiya 42:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nokuba kumnandi, nokuba kubi, siya kuliva ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wetu, esikutumayo kuye; ukuze kulunge kuti, nxa sivayo ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wetu.
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 42:6
2
U‐Jeremiya 42:11-12
Ningamoyiki ukumkani we‐Babilone, enimoyikayo; ningamoyiki, utsho UYEHOVA: ngokuba ndinani mna ukunisindisa, nokunihlangula esandleni sake. Ndandiya kunenzela izibele, aze abe nobubele ngakuni, anibuyisele kowenu umhlaba.
Phonononga U‐Jeremiya 42:11-12
3
U‐Jeremiya 42:3
ukuba UYEHOVA, UTIXO wako, asixelele indlela esinge sihamba ngayo, nento esinge siyenza.
Phonononga U‐Jeremiya 42:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo