1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba ekokubeni avile intlungu yena ngokwake akulingwa, angabasiza abo balingwayo.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:18
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:14
Ukuba ngoko bona abantwana bevela nenyama negazi, naye ngokwake kwa ngokunjalo watabata kuzo, ukuze ati ngako ukufa atshabalalise lowo unamandla okufa, oko kukuti, u‐Satane
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:14
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:1
Ngako oko sifanele ukuzinyamekela kakulu ngakumbi izinto esizivileyo, hleze sike sipulukane nazo.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:1
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:17
Kukona abefanelwa kukuba afane nabazalwana bake ngento zonke, ukuze abe ngumperisite omkulu onofefe nonyanisekileyo ezintweni ezilunge KUTIXO, aze enzele izono zabantu isizi.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:17
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:9
Siyambona kodwa u‐Yesu, owenziwa abe ngapantsi kancinane kuzo ingelosi, ngenxa yobuhlungu bokufa, evatisiwe ngobungcwalisa nangodumo, ukuze ati ngofefe LUKATIXO abavele ukufa kwa bonke.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo