1
U‐Habakuke 1:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Bonani pakati kwabaheyideni, nikangele, niti nqa kakulu; ngokuba ndiya kuwenza umsebenzi emihleni yenu, eningayi kukolwa nguwo, noko ushunyayelwayo.
Thelekisa
Phonononga U‐Habakuke 1:5
2
U‐Habakuke 1:2
Kwoba kade kangakananina ndidanduluka, YEHOVA! ungeva wena; ndikala kuwe ngenxa yobudlwengu, ungasindisi wena?
Phonononga U‐Habakuke 1:2
3
U‐Habakuke 1:3
Kunganina ukuba undibonise inkohlakalo, uti wena ukangele ububi? ngokuba ukubada nobudlwengu bupambi kwam; kuko ipike kanjalo, nempikiswano iyazipakamisa.
Phonononga U‐Habakuke 1:3
4
U‐Habakuke 1:4
Ngako oko umteto uyapola, nobugwebo abupumi ngenyaniso: ngokuba abakohlakeleyo beṙaula abalungileyo; kukona kupuma ubugwebo obutyekisiweyo.
Phonononga U‐Habakuke 1:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo