1
I‐Genesise 16:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waye elibiza igama LIKAYEHOVA owateta naye ngokuti: Wena TIXO wesibonakalo! ngokuba ebesiti: Ndisabona na kwa lapa emveni kwesibonakalo?
Thelekisa
Phonononga I‐Genesise 16:13
2
I‐Genesise 16:11
Yalekela ingelosi KAYEHOVA yati kuye: Bona ke, use umiti, wauya kuzala unyana, ubize igama lake ngo‐Shimayeli, ngokokuba evile UYEHOVA imbandezelwa yako.
Phonononga I‐Genesise 16:11
3
I‐Genesise 16:12
Woba yena engumntu obuqwaṙaṙa; isandla sake soba ngakubo abantu bonke, nesandla sabantu bonke soba ngakuye; waeya kuma ngasebusweni babo bonke abazalwana bake.
Phonononga I‐Genesise 16:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo