1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
U‐Kristu wasikulula esiqalekisweni somteto, ngokwenziwa isiqalekiswa esikundleni setu, (ngokuba kuba̔liwe ukuti: Uqalekisiwe osukuba exo̔meka emtini,)
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:13
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:28
Akuko um‐Juda, akuko nom‐Girike; akuko ikoboka, akuko nokululekileyo; akuko indoda nenkazana: ngokuba nina nonke nibanye kuye u‐Kristu Yesu.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:28
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:29
Kodwa ukuba ningabaka‐Kristu, kukona niyinzalo ka‐Abrahame, nendlalifa ngokwedinga.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:29
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:14
ukuze itamsanqa lika‐Abrahame lize kufika kubaheyideni kuye u‐Kristu Yesu; ukuze sisamkele isibambiso SOMOYA ngalo ukolo.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:14
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:11
Kodwa, ukuba emtetweni akuko mntu ogwetyelwayo pambi KWOTIXO, kusekuhleni; kuba. Olungileyo uya kupila ngokolo.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo