1
U‐Esetere 8:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nakuwo onke amazwana ngamanye, nakuzo zonke izixeko ngazinye, apo lisukuba lafikela kona ilizwi lokumkani nomteto wake, ama‐Juda ebenovuyo nomgcobo, ebenesidlo nomhla omnandi. Baza abaninzi ebantwini belizwe baba ngama‐Juda; ngokuba ukwoyikwa kwama‐Juda bekuwile pezu kwabo.
Thelekisa
Phonononga U‐Esetere 8:17
2
U‐Esetere 8:11
zokuba ukumkani wavumela ama‐Juda, akuzo zonke izixeko ngazinye, ukuzihlanganisa, nokupakamela ubomi bawo, ukutshabalalisa, ukubulala, nokububisa, onke amandla abantu nezwana, abaya kuwapata ngobutshaba, intsapo nabafazi, nokupanga amaxoba abo
Phonononga U‐Esetere 8:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo