1
I‐Duteronomi 32:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nguye ilityekazi, ufezekile umsebenzi wake; ngokuba zonke indlela zake zibubulungisa: UNGUTIXO wenyaniso, engenabumenemene; ulungile, ufanele yena.
Thelekisa
Phonononga I‐Duteronomi 32:4
2
I‐Duteronomi 32:39
Bonani kaloku ukuba mna ndinguye; akuko UTIXO kunye nam: ndiyatisa, ndiyenza kudliwe ubomi kanjako; ndiyatyumza, ndiyapolisa kanjako; akuko namnye ongahlangulayo esandleni sam.
Phonononga I‐Duteronomi 32:39
3
I‐Duteronomi 32:3
Ngokuba igama LIKAYEHOVA ndiya kulishumayela: nikani ubukulu KUTIXO wetu!
Phonononga I‐Duteronomi 32:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo