1
Izenzo zabapostile 4:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjako akuko lusindiso kuwumbi namnye: ngokuba kungeko nagama limbi ngapantsi kwezulu elinikiweyo pakati kwabantu, esifanele ukusindiswa ngalo.
Thelekisa
Phonononga Izenzo zabapostile 4:12
2
Izenzo zabapostile 4:31
Yaza indawo ababe behlanganisene kuyo, bakuba betandazile, yashukunyiswa, bati kwa bonke bazaliswa NGUMOYA OYINGCWELE, bateta ilizwi LIKATIXO benokukalipa.
Phonononga Izenzo zabapostile 4:31
3
Izenzo zabapostile 4:29
Nokwakaloku nje, NKOSI! kangela izisongelo zabo, unike ezicakeni zako ukuba zitete ilizwi lako zinokukalipa konke
Phonononga Izenzo zabapostile 4:29
4
Izenzo zabapostile 4:11
Nguye lo ilitye elalideliwe nini baki, elaba yintloko yegumbi.
Phonononga Izenzo zabapostile 4:11
5
Izenzo zabapostile 4:13
Kekaloku bebona ukukalipa kuka‐Petrosi no‐Johane, beqiqile nokuba bangabantu abangabangenalufundo nabamnyama, bati nqa, babanakana ukuba bebenaye u‐Yesu.
Phonononga Izenzo zabapostile 4:13
6
Izenzo zabapostile 4:32
KEKALOKU umhlambi wabakoliweyo intliziyo nompefumlo wawo ubumnye: kwaye kungeko namnye obesiti into yabenazo iyeyake, koko zonke izinto zibe zizezabo bonke.
Phonononga Izenzo zabapostile 4:32
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo