Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Izenzo zabapostile 20

1

Izenzo zabapostile 20:35

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndinibonisile zonke izinto, ukuba nisebenza ngokunjalo nifanele ukubaxasa abayimilwelwe, nokuwakumbula amazwi ENKOSI u‐Yesu, ukuba yena wati: Ukupa kutamsanqelekile ngapezu kwokwamkela.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 20:35

2

Izenzo zabapostile 20:24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Koko ndingakatali zezizinto nanye, kanjako andibali ubomi bam ngokuba bunqabile kum, ukuze ndifeze uhambo lwam ngovuyo, nobukonzi endabamkelayo KWINKOSI u‐Yesu, ukuba ndinqi̔nise ivangeli yofefe LUKATIXO.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 20:24

3

Izenzo zabapostile 20:28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Zilumkeleni ngoko, kwa nawo wonke umhlambi enimisiweyo abalindi kuwo NGUMOYA OYINGCWELE, ukuba niyaluse iṙemente KATIXO, ayizuzileyo ngelake igazi.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 20:28

4

Izenzo zabapostile 20:32

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nokwakaloku nje, bazalwana! ndiyanibekela KUTIXO nakwilizwi lofefe lwake, konamandla okunaka, nokunipa ilifa pakati kwabo bonke abenziwe ngcwele.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 20:32

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Izenzo zabapostile 20

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo