1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nxamela ukuzimisa KUTIXO ubukiwe, ungumsebenzi ongadanele nto, ulungisa ukwaneka ilizwi lenyaniso.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:15
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:22
Kodwa inkanuko zobutsha zibaleke; uze uputume ubulungisa, ukolo, utando, uxolano nabo babizayo KWINKOSI ngentliziyo ecocekileyo.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:22
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:24
Kanjalo isicaka SENKOSI asifanele ukupika; koko sifanele ukuti sibe sinokutamba ngakubo bonke, silungele ukufundisa, sinyamezela ububi
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:24
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:13
ukuba asinyanisekile tina, uyahlala enyanisekile lowo noko; akangezikanyele yena.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:13
5
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:25
sibaluleka ngolulamo abo babambanayo naso: ukuba umhlaumbi UTIXO angabanika uguquko kube kukwaziwa kwenyaniso
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:25
6
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:16
Kodwa ukubadaza okungengcwele kunxweme: ngokuba beya kuhambisa ngento enkulu ngakumbi ekungabedeshini
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 2:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo