1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Linyanisekile elilizwi, lifanele konke ukwamkelwa kanjako, lokuba u‐Kristu Yesu weza elizweni ukuza kusindisa aboni; endingomkulu kubo bonke mna.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:15
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:16
Kuloko ngenxa yoku ndabamkela ububele, ukuze kwa kum ndingomkulu nje u‐Yesu Kristu abonakalise konke ukuzeka kade kwake, ukubenzela umlinganiso abo baya kukolwa kuye kube bubomi obungunapakade.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:16
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:5
Kodwa isipelo sesiyalelo silutando luvela kwintliziyo ecocekileyo, nakwisazeliso esilungileyo, nakwinkolo engazenzisiyo
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:5
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:17
Kekaloku kukumkani wobunapakade, kongonakaliyo, kongabonekiyo, kokupela kwolumkileyo UTIXO, makubeko udumo nobungcwalisa kude kube ngunapakade kanapakade. Amene.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:17
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:9-10
sikwazi nje oku, okokuba umteto awudalelwa umntu olungileyo, koko udalelwa abalahlimteto nabangenakululamela, abangabedeshiyo naboni, abangenabungcwele nabaginwa, ababeti boyise nababeti bonina, ababulali babantu, abapimisi, abalala namadoda, abeba̔yo abantu, amaxoki, abaxokisa ukufunga, nokuba kuko into yimbi epambana nofundiso oluyinene
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:9-10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo