1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:16-18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Vuyani ngamaxesha onke. Tandazani ningayeki. Bulelani ezintweni zonke: ngokuba oku kuyintando KATIXO ku‐Kristu Yesu ngakuni.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:16-18
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:23-24
Kekaloku yena UTIXO woxolo ngokwake wanga anganingcwalisa isiqu sipela: ewe umoya nompefumlo nomzimba wenu wonke upela maugcinwe ube ungenatyala ekufikeni KWENKOSI yetu u‐Yesu Kristu. Unyanisekile lowo unibizayo, oya kuti kanjalo akwenze.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:23-24
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:15
Lumkani ukuba kungabiko mntu opindezelayo kwomnye ngobubi ngenxa yobubi; niti ngamaxesha onkemiputume oko kulungileyo, kwa omnye ngakwomnye, nangakubo bonke abantu.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:15
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:11
Ngako oko yonwabisanani, nimisane, kwa njengokuba nisenje njalo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:11
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:14
Kanjako siyaniyala, bazalwana! lulekani ababugaxagaxa, tutuzelani abantliziyo zinokudana, xasani abo babutataka, yibani nokuzeka kade kubo bonke.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:14
6
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:9
kuba UTIXO engasimiselanga umsindo, koko wasimisela ukuzuza usindiswa ngayo INKOSI yetu u‐Yesu Kristu
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:9
7
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:5
Nina nonke nilusapo lwokukanya, nilusapo lwemini: tina asingabobusuku, asingabobumnyama kanjako.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 5:5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo