1
IINDUMISO 94:19
IBHAYIBHILE
Xa ndandinxubile, ndixhalabile, wandithuthuzela, wandonwabisa wena.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 94:19
2
IINDUMISO 94:18
Xa ndandisendisithi ndiyoyisakala, wandixhasa ngezibele zakho wena, Ndikhoyo.
Phonononga IINDUMISO 94:18
3
IINDUMISO 94:22
Kodwa ngumkhuseli wam yena uThixo; yinqaba endizimela ngayo.
Phonononga IINDUMISO 94:22
4
IINDUMISO 94:12
Unoyolo lowo uyalwa nguwe, Ndikhoyo; nditsho ofundiswa nguwe umyalelo wakho.
Phonononga IINDUMISO 94:12
5
IINDUMISO 94:17
Ukuba bendingancedwanga nguNdikhoyo, ngesele ndikwantsonga-nyawana.
Phonononga IINDUMISO 94:17
6
IINDUMISO 94:14
Kaloku akayi kubafulathela abantu bakhe uNdikhoyo; akasoze ayilahle indlu yakhe.
Phonononga IINDUMISO 94:14
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo