1
IINDUMISO 54:4
IBHAYIBHILE
Kodwa ke umncedi wam nguThixo, umxhasi wam nguMhlekazi.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 54:4
2
IINDUMISO 54:7
Kuzo zonke iingxaki zam wena undihlangule; ukoyiswa kweentshaba zam ndikubone ngamehlo.
Phonononga IINDUMISO 54:7
3
IINDUMISO 54:6
*Ndikhoyo, ndilangazelela ukukwenzela umbingelelo. Ndiyabulela kuwe, kuba wena ulungile.
Phonononga IINDUMISO 54:6
4
IINDUMISO 54:2
Wuphulaphule umthandazo wam, sive isikhalo sam, Thixo.
Phonononga IINDUMISO 54:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo