1
IINDUMISO 16:11
IBHAYIBHILE
Wena undazisa iindlela zobomi; kaloku ndizala yimincili xa ndiphambi kwakho. Ngasekunene kwakho yimihlali yodwa kude kube ngunaphakade.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 16:11
2
IINDUMISO 16:8
Ndihlala ndimbeke phambi kwam uNdikhoyo; ungasekunene kwam, ngoko ke andiyi kushukunyiswa nto.
Phonononga IINDUMISO 16:8
3
IINDUMISO 16:5
Nguwe kuphela, Ndikhoyo, inxaxheba endiyabelweyo; lisentendeni yesandla sakhw' ibango lam.
Phonononga IINDUMISO 16:5
4
IINDUMISO 16:7
Mbongeni uNdikhoyo ngokuba endiphe icebo; nesazela sam siyandiluleka ebusuku.
Phonononga IINDUMISO 16:7
5
IINDUMISO 16:6
Isabelo sam sisendaweni entle; hayi ukuba lihle kwalo ilifa lam!
Phonononga IINDUMISO 16:6
6
IINDUMISO 16:1
Ndikhusele kaloku, Thixo; ndithembele ngawe.
Phonononga IINDUMISO 16:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo