1
IZAFOBE 26:4-5
IBHAYIBHILE
Sukuphendulana nesiyatha, hleze nawe lo uzibhaqe sewufana naso. Xa umntu ebuza umbuzo wobudenge mlinganisele, hleze azicingele ukuba usisilumko.
Thelekisa
Phonononga IZAFOBE 26:4-5
2
IZAFOBE 26:11
Umntu ophinda-phinda into yobudenge nqwa nenja ebuyela emhlanzweni wayo.
Phonononga IZAFOBE 26:11
3
IZAFOBE 26:20
Zakuphela iinkuni uyacima umlilo. Xa kungekho mntu uphixanisayo kuyaphela ukungevani.
Phonononga IZAFOBE 26:20
4
IZAFOBE 26:27
Umntu owomba umngxuma kweyela kwayena kuwo. Lowo uqengqa ilitye losuka ligubungele kwayena.
Phonononga IZAFOBE 26:27
5
IZAFOBE 26:12
Akunani kwaisityhakala kunomntu osisilumko kwawakhe amehlo.
Phonononga IZAFOBE 26:12
6
IZAFOBE 26:17
Umntu ogxuphuleka kwiingxabano zabanye ufana nomfo osuka athi nqaku inja ngeendlebe.
Phonononga IZAFOBE 26:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo