1
IZILILO 3:22-23
IBHAYIBHILE
Kungenxa yezibele zikaNdikhoyo singatshabalalanga nje, kuba inceba yakhe ayinasiphelo. Zihlala zintsha imihla ngemihla; kukhulu ukuthembeka kwakhe.
Thelekisa
Phonononga IZILILO 3:22-23
2
IZILILO 3:24
Umoya wam uthi: “Isabelo sam nguNdikhoyo; ngako oko ndiya kukholosa ngaye.”
Phonononga IZILILO 3:24
3
IZILILO 3:25
UNdikhoyo ulungile kwabo bathembele ngaye, kwabo bamfunayo.
Phonononga IZILILO 3:25
4
IZILILO 3:40
Masikhe siziphengulule sizigocagoce iindlela zethu, size sibuyele kuNdikhoyo.
Phonononga IZILILO 3:40
5
IZILILO 3:57
Usondele ndakukubiza, wathi: “Musa ukoyika.”
Phonononga IZILILO 3:57
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo