1
UYOBI 34:21
IBHAYIBHILE
“Kaloku yena uzijongile iindlela zabantu; uwabona onke amanyathelo abo.
Thelekisa
Phonononga UYOBI 34:21
2
UYOBI 34:32
Ndifundise oko ndingenako ukukubona. Ukuba ndenze ubugwenxa andisayi kuphinda ndenjenjalo.’
Phonononga UYOBI 34:32
3
UYOBI 34:10-11
“Kambe ke ndiphulaphuleni, zingqondi: kukude lé kuThixo ukwenza ububi, kuSomandla ukwenza ubugwenxa. Kuye umntu uvuna loo nto ayilimileyo; umntu umphatha ngokwehambo yakhe.
Phonononga UYOBI 34:10-11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo