1
UYOBI 22:21-22
IBHAYIBHILE
“Ngoko ke wena zilahlele kuThixo, ube noxolo kunye naye; kwakuba njalo ke uya kuzuza okulungileyo. Yamkela imfundiso ephuma emlonyeni wakhe, uwamilisele entliziyweni yakho amazwi akhe.
Thelekisa
Phonononga UYOBI 22:21-22
2
UYOBI 22:27
Uya kuthandaza kuye eve; ngokunjalo ke nezibhambathiso zakho uzifezekise.
Phonononga UYOBI 22:27
3
UYOBI 22:23
Ewe, ukuba uyabuyela kuSomandla uya kwakheka; nto nje wena lahla la manyondololo aqhubeka kulo mzi wakho.
Phonononga UYOBI 22:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo