1
UYOHANE 18:36
IBHAYIBHILE
Wathi ke yena uYesu: “Asibobeli hlabathi ubukhosi bam. Xa bekunjalo amaphakathi am ebeya kundilwela, ukuze ndingabanjwa ngamaJuda, kodwa ke asibobalapha ubukhosi bam.”
Thelekisa
Phonononga UYOHANE 18:36
2
UYOHANE 18:11
Wathi ke uYesu kuPetros: “Faka ikrele lakho esingxotyeni salo. Le ntlungu ndiyibekelwe nguBawo. Ndiya kuthini ke ukungayamkeli!”
Phonononga UYOHANE 18:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo