Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KUMAHEBHERE 5

1

KUMAHEBHERE 5:14

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngabantu abadala abatya ukutya okuqinileyo; bona sebenamava, bayawazi umahluko phakathi kokuhle nokubi.

Thelekisa

Phonononga KUMAHEBHERE 5:14

2

KUMAHEBHERE 5:12-13

IBHAYIBHILE

XHO96

Benifanelwe kukuba nifundisa ngokwenu ngoku. Kodwa kusuke kwafuneka ibe nini abafundiswayo, niqaliswe emva kwizifundo zokuqala ezingeendaba zikaThixo. Kusuke kwafuneka nisezwe ubisi endaweni yokuba ninikwe ukutya okuqinileyo. Wonke umntu osezwa ubisi lusana; akakwazi okuhle nokubi.

Thelekisa

Phonononga KUMAHEBHERE 5:12-13

3

KUMAHEBHERE 5:8-9

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoku kanye anguNyana kaThixo, intlupheko yamnika amava okuthobela. Uthe ke akusulungeka wenziwa umthombo wosindiso olungapheliyo lwabo bamthobelayo

Thelekisa

Phonononga KUMAHEBHERE 5:8-9

4

KUMAHEBHERE 5:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Esadla ubomi apha emhlabeni, wayedla ngokwenza imithandazo nezicelo, ekhala iinyembezi, ebhekisa kuThixo onamandla okumhlangula ekufeni. Wawuva uThixo umthandazo wakhe, ngenxa yokuzimisela kwakhe ukuthobela.

Thelekisa

Phonononga KUMAHEBHERE 5:7

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KUMAHEBHERE 5

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest