1
EYEMFUDUKO 25:8-9
IBHAYIBHILE
Mabandakhele indawo eyeyam ndodwa, ukuze nam ndihlale phakathi kwabo. Ke yona nempahla engaphakathi mayakhiwe ibe matwa nomzekelo endokubonisa wona.
Thelekisa
Phonononga EYEMFUDUKO 25:8-9
2
EYEMFUDUKO 25:2
“Xelela amaSirayeli ukuba bonke abaziva beqhutywa yintliziyo mabakhuphe umnikelo, bawuzise kum.
Phonononga EYEMFUDUKO 25:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo