1
2 YEZIGANEKO 7:14
IBHAYIBHILE
ukuba abantu bam abo babizwa ngegama lam bathe bazithoba bathandaza bendikhunga befuna ubuso bam, bazilahla iindlela zabo ezikhohlakeleyo, ke mna ndiya kubaphulaphula ndibeve ndisezulwini, ndisixolele isono sabo, ndilinyange ilizwe labo.
Thelekisa
Phonononga 2 YEZIGANEKO 7:14
2
2 YEZIGANEKO 7:15
Ewe, amehlo am aya kuhlala ejongile, neendlebe zam ndihlale ndizibazele imithandazo eyenziwa kule ndawo.
Phonononga 2 YEZIGANEKO 7:15
3
2 YEZIGANEKO 7:16
Le ndlu ndiyinyule ndayingcwalisa ukuze igama lam lihlale apha kuyo ngonaphakade. Intliziyo yam namehlo am ohla ekule ndawo.
Phonononga 2 YEZIGANEKO 7:16
4
2 YEZIGANEKO 7:13
“Ngoko ke kuya kuthi xa ndithe ndawavala amazulu akwabikho mvula, okanye xa ndithe ndathumela iinkumbi zalivikiva eli lizwe, mhlawumbi xa ndithe ndathumela ubhubhani wesifo phakathi kwabantu bam
Phonononga 2 YEZIGANEKO 7:13
5
2 YEZIGANEKO 7:12
suka uNdikhoyo wabonakala kuye ebusuku, wathi: “Ndiwuvile umthandazo wakho, ngoko ke le ndawo ndizinyulele yona ukuba ibe yindlu yam yamadini.
Phonononga 2 YEZIGANEKO 7:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo