1
1 YOOKUMKANI 11:4
IBHAYIBHILE
Wathi ekugugeni kwakhe abafazi bakhe bayitsalela *koothixo babo intliziyo yakhe, akabi nako ukuzinikezela ngokupheleleyo kuNdikhoyo, uThixo wakhe, njengoko wenzayo yena uyise uDavide.
Thelekisa
Phonononga 1 YOOKUMKANI 11:4
2
1 YOOKUMKANI 11:9
Ke kaloku uNdikhoyo wakhathazeka ngenxa yesi senzo sikaSolomon, kuba intliziyo yakhe yagwilika kuNdikhoyo uThixo kaSirayeli owayebonakele kuye kwada kwakabini.
Phonononga 1 YOOKUMKANI 11:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo