1
UZEFANIYA 3:17
IZIBHALO EZINGCWELE
UYehova uThixo wakho uphakathi kwakho, ligorha elisindisayo; únemihlali ngawe, enovuyo; úthe cwaka eluthandweni lwakhe, ugcoba ngawe ememelela.
Thelekisa
Phonononga UZEFANIYA 3:17
2
UZEFANIYA 3:20
Ngelo xesha ndiya kunizisa, ndinibuthe ngexesha elililo; ngokuba ndiya kunenza nibe negama, nidunyiswe phakathi kwezizwe zonke zehlabathi, ekukubuyiseni kwam ukuthinjwa kwenu phambi kwamehlo enu; utsho uYehova.
Phonononga UZEFANIYA 3:20
3
UZEFANIYA 3:15
UYehova ukususile ukugwetywa kwakho, úzidedisile iintshaba zakho; ukumkani wakwaSirayeli, uYehova, uphakathi kwakho; akusayi kuba sabona bubi.
Phonononga UZEFANIYA 3:15
4
UZEFANIYA 3:19
Yabona, ndiya kubenza ngendawo bonke abacinezeli bakho ngelo xesha; ndiyisindise into eqhwalelayo, ndiyihlanganise into egxothiweyo; ndibenze indumiso negama emazweni onke abahlaziswa kuwo.
Phonononga UZEFANIYA 3:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo