1
INGOMA YAZO IINGOMA 3:1
IZIBHALO EZINGCWELE
Esililini sam ebusuku ndamfuna lowo uthandwa ngumphefumlo wam; Ndamfuna andamfumana.
Thelekisa
Phonononga INGOMA YAZO IINGOMA 3:1
2
INGOMA YAZO IINGOMA 3:2
Ndathi, Ndokha ndivuke, ndijikajike phakathi komzi, Ezindaweni zembutho nasezitratweni; Ndiya kumfuna lowo uthandwa ngumphefumlo wam. Ndamfuna andamfumana.
Phonononga INGOMA YAZO IINGOMA 3:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo