1
UNEHEMIYA 10:39
IZIBHALO EZINGCWELE
ngokuba oonyana bakaSirayeli noonyana bakaLevi baya kuzisa umrhumo wengqolowa, newayini entsha, neoli, emagumbini apho zikhona iimpahla ezingcwele, nababingeleli abalungiselelayo, nabamasango, neemvumi; indlu kaThixo wethu singayishiyi.
Thelekisa
Phonononga UNEHEMIYA 10:39
2
UNEHEMIYA 10:35
sizíse iintlahlela zomhlaba wethu, neentlahlela zeziqhamo zonke zemithi yonke, iminyaka ngeminyaka, endlwini kaYehova
Phonononga UNEHEMIYA 10:35
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo