1
UNAHUM 3:1
IZIBHALO EZINGCWELE
Yeha, umzi wamagazi! Úzele kwaphela luhanahaniso nakukudlavula; akumki kuwo ukuqwenga.
Thelekisa
Phonononga UNAHUM 3:1
2
UNAHUM 3:19
Àkuhlangani ukwaphuka kwakho; inxeba lakho lelibulalayo. Bonke abazivayo iindaba zakho babetha izandla ngawe; ngokuba ngubani na ezingadlulanga phezu kwakhe izinto zakho ezimbi ngamaxesha onke?
Phonononga UNAHUM 3:19
3
UNAHUM 3:7
Kuya kuthi, bonke abakubonayo bakubaleke, bathi, INineve ibhuqekile; ngubani na oya kuyikhuza? ndokufunela phi na abathuthuzeli?
Phonononga UNAHUM 3:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo