1
UMATEYU 10:16
IZIBHALO EZINGCWELE
Yabonani, mna ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka; ngoko yibani nobulumko njengeenyoka, nibe njengamahobe ukungabi nabuqhinga.
Thelekisa
Phonononga UMATEYU 10:16
2
UMATEYU 10:39
Lowo uwufumeneyo umphefumlo wakhe, wolahlekwa nguwo; nalowo uwulahlileyo umphefumlo wakhe ngenxa yam, uya kuwufumana.
Phonononga UMATEYU 10:39
3
UMATEYU 10:28
Ningaboyiki abo babulala umzimba, kodwa bengenako ukuwubulala wona umphefumlo; yoyikani ke kanye lowo unako ukutshabalalisa umphefumlo kwanomzimba esihogweni somlilo.
Phonononga UMATEYU 10:28
4
UMATEYU 10:38
Nongawuthabathiyo umnqamlezo wakhe, alandele emva kwam, akandifanele mna.
Phonononga UMATEYU 10:38
5
UMATEYU 10:32-33
Wonke umntu ngoko oya kundivuma phambi kwabantu, ndiya kumvuma nam phambi koBawo osemazulwini. Osukuba ke eya kundikhanyela phambi kwabantu, ndiya kumkhanyela nam phambi koBawo osemazulwini.
Phonononga UMATEYU 10:32-33
6
UMATEYU 10:8
Philisani imilwelwe, hlambululani abaneqhenqa, vusani abafileyo, khuphani iidemon; namkéle ngesisa, yiphani ngesisa.
Phonononga UMATEYU 10:8
7
UMATEYU 10:31
Musani ukoyika ngoko; nibagqithile oongqatyana abaninzi nina.
Phonononga UMATEYU 10:31
8
UMATEYU 10:34
Ningabi ndize kungenisa uxolo emhlabeni; andize kungenisa luxolo, ndize kungenisa ikrele.
Phonononga UMATEYU 10:34
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo