1
ILEVITIKUS 20:13
IZIBHALO EZINGCWELE
Indoda esukuba iyilala indoda njengokuba kulalwa umfazi, abo benzé amasikizi: mababulawe bafe bobabini; amagazi abo makabe phezu kwabo.
Thelekisa
Phonononga ILEVITIKUS 20:13
2
ILEVITIKUS 20:7
Ize nizingcwalise nibe ngcwele, ngokuba ndinguYehova, uThixo wenu.
Phonononga ILEVITIKUS 20:7
3
ILEVITIKUS 20:26
Ize nibe ngcwele kum, ngokuba ndiyiNgcwele, mna Yehova; ndanahlula kwezinye izizwe, ukuba nibe ngabam.
Phonononga ILEVITIKUS 20:26
4
ILEVITIKUS 20:8
Ize niyigcine imimiselo yam niyenze: ndinguYehova oningcwalisayo.
Phonononga ILEVITIKUS 20:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo