1
UYOWELI 2:12
IZIBHALO EZINGCWELE
Nangoku ke, utsho uYehova ukuthi, Buyelani kum ngentliziyo yenu yonke, nangokuzila, nangokulila, nangokumbambazela
Thelekisa
Phonononga UYOWELI 2:12
2
UYOWELI 2:28
Kuya kuthi emveni kokuba njalo, ndithulule uMoya wam phezu kwenyama yonke, baprofete oonyana benu neentombi zenu; amadoda enu amakhulu aphuphe amaphupha, amadodana enu abone imibono.
Phonononga UYOWELI 2:28
3
UYOWELI 2:13
nikrazúle intliziyo yenu, ingabi ziingubo zenu, nibuyele kuYehova uThixo wenu; kuba unobabalo nemfesane, yena uzeka kade umsindo, unenceba enkulu, uyazohlwaya ngenxa yobubi.
Phonononga UYOWELI 2:13
4
UYOWELI 2:32
Bothi bonke abasukuba benqula igama likaYehova, basinde; kuba entabeni yaseZiyon naseYerusalem kuya kubakho abasindileyo, njengoko watshoyo uYehova; naphakathi kwabaseleyo kubekho awobabiza uYehova.
Phonononga UYOWELI 2:32
5
UYOWELI 2:31
Ilanga liya kusuka libe mnyama, nenyanga ibe ligazi, phambi kokuba ifike imini kaYehova, leyo inkulu yoyikekayo.
Phonononga UYOWELI 2:31
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo