1
UYOBHI 26:14
IZIBHALO EZINGCWELE
Yabona, ngamancam eendlela zakhe lawo; Iyini na ke intsebezo yelizwi esiyivayo ngaye? Ke yona indudumo yemisebenzi yobugorha bakhe ingáqondwa ngubani na?
Thelekisa
Phonononga UYOBHI 26:14
2
UYOBHI 26:7
Úlaneka izulu langasentla enyanyeni, Axhome ihlabathi phezu kokungeni.
Phonononga UYOBHI 26:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo