1
UYEREMIYA 4:1-2
IZIBHALO EZINGCWELE
Ukuba ùthe wabuya, Sirayeli, utsho uYehova, wabuyela kum; wawasusa amazothe akho phambi kwam, àkwaphalaphala; wafunga wathi, Ehleli nje uYehova, ngokwenyaniso, ngokusesikweni, nangobulungisa; zózisikelela ngaye iintlanga, ziqhayise ngaye.
Thelekisa
Phonononga UYEREMIYA 4:1-2
2
UYEREMIYA 4:22
Kuba bamathile abantu bam, mna àbandazi; ngoonyana abazizidenge, àbanangqondo bona; banobulumko bokwenza ububi, ukulungisa àbakwazi.
Phonononga UYEREMIYA 4:22
3
UYEREMIYA 4:18
Iindlela zakho neentlondi zakho zakwenzela oko. Zizinto zakho ezimbi ezo, inene zikrakra, inene zifike entliziyweni yakho.
Phonononga UYEREMIYA 4:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo