1
EKAYAKOBI 5:16
IZIBHALO EZINGCWELE
Xelelanani iziphoso, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Sínamandla kakhulu isikhungo selungisa, siyeyisa.
Thelekisa
Phonononga EKAYAKOBI 5:16
2
EKAYAKOBI 5:13
Kukho mntu na phakathi kwenu uva ububi? Makathandaze. Kukho mntu na unomxhelo owonwabileyo? Makenze indumiso.
Phonononga EKAYAKOBI 5:13
3
EKAYAKOBI 5:15
wothi umthandazo wokholo umsindise lowo uleleyo, iNkosi imvuse; nokuba ubethe wenza izono, wozixolelwa.
Phonononga EKAYAKOBI 5:15
4
EKAYAKOBI 5:14
Kukho mntu na ufayo phakathi kwenu? Makabizele kuye amadoda amakhulu alo ibandla, athandaze wona phezu kwakhe, akuba emthambisile ngeoli, egameni leNkosi
Phonononga EKAYAKOBI 5:14
5
EKAYAKOBI 5:20
makazi ukuba lowo wamguqulayo umoni ekulahlekeni kwakhe, woba usindise umphefumlo ekufeni, wagubungela inkitha yezono.
Phonononga EKAYAKOBI 5:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo