1
UISAYA 64:4
IZIBHALO EZINGCWELE
Kususela kwasephakadeni, abantu abevanga, abamamelanga, neliso alibonanga Thixo ingenguwe, omenzelayo lowo ulindele kuye.
Thelekisa
Phonononga UISAYA 64:4
2
UISAYA 64:8
Kaloku ke, Yehova, unguBawo; siludongwe; unguMbumbi wethu; sìsisenzo sesandla sakho, sonke siphela.
Phonononga UISAYA 64:8
3
UISAYA 64:6
Ke sisuke saba njengoyinqambi sonke siphela, yanjengengubo enomzí yonke imisebenzi yethu yobulungisa; sabuna njengamagqabi sonke siphela, ubugwenxa bethu basithabatha njengomoya.
Phonononga UISAYA 64:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo