1
UISAYA 36:7
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke ukuba uthi kum, Sikholose ngoYehova uThixo wethu, ndithi, Asinguye na lo uzigánga nezibingelelo azisusileyo uHezekiya, wathi kumaYuda nakwiYerusalem, Ize niqubude phambi kwesi sibingelelo sodwa?
Thelekisa
Phonononga UISAYA 36:7
2
UISAYA 36:1
Kwathi ngomnyaka weshumi elinesiné wokumkani uHezekiya, kwenyuka uSaneribhe ukumkani waseAsiriya, waya kuyo yonke imizi yakwaYuda enqatyisiweyo, wayithimba.
Phonononga UISAYA 36:1
3
UISAYA 36:21
Bathi tu, àbamphendula nazwi; ngokuba umthetho wokumkani wona ubusithi, Nize ningamphenduli.
Phonononga UISAYA 36:21
4
UISAYA 36:20
Nguwuphi na koothixo bonke bala mazwe olihlanguleyo ilizwe lakhe esandleni sam, ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?
Phonononga UISAYA 36:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo