1
IGENESIS 40:8
IZIBHALO EZINGCWELE
Bathi kuye, Siphuphé iphupha; akukho ulityhilayo. UYosefu wathi kubo, Izityhilo asizezikaThixo na? Khanindixelele iphupha elo.
Thelekisa
Phonononga IGENESIS 40:8
2
IGENESIS 40:23
Umphathi wabangcamli akamkhumbulanga uYosefu, wamlibala.
Phonononga IGENESIS 40:23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo