1
IDUTERONOMI 15:10
IZIBHALO EZINGCWELE
Uze umnike, ingabi mbi intliziyo yakho ekumnikeni kwakho; ngokuba ngenxa yale ndawo wókusikelela uYehova uThixo wakho emsebenzini wakho wonke, nasezintweni zonke osa isandla sakho kuzo.
Thelekisa
Phonononga IDUTERONOMI 15:10
2
IDUTERONOMI 15:11
Kuba alisayi kuza lingabikho ihlwempu phakathi kwelizwe elo; ngenxa yoko ndikuwisela umthetho, ndisithi, Sivule kakhulu isandla sakho kumzalwana wakho olusizana, olihlwempu lakho ezweni lakho.
Phonononga IDUTERONOMI 15:11
3
IDUTERONOMI 15:6
Ngokuba uYehova uThixo wakho ukusikelele, njengoko wathethayo kuwe; wòboleka iintlanga ezininzi ngezibambiso, ke wena akuyi kuboleka kuzo ngazibambiso. Wòlawula iintlanga ezininzi, ke zona aziyi kukulawula.
Phonononga IDUTERONOMI 15:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo