Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IZENZO 4

1

IZENZO 4:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kananjalo usindiso alukho kuwumbi; kuba akukho gama limbi phantsi kwezulu, linikiweyo phakathi kwabantu, esimele ukusindiswa ngalo.

Thelekisa

Phonononga IZENZO 4:12

2

IZENZO 4:31

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bakubon' ukuba bakhungile, yazanyazanyiswa indawo ababehlanganisene kuyo, bazaliswa bonke nguMoya oyiNgcwele, balithetha ilizwi likaThixo ngokungafihlisiyo.

Thelekisa

Phonononga IZENZO 4:31

3

IZENZO 4:29

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Okwangoku ke, Nkosi, zikhangele izisongelo zabo, ubanike abakhonzi bakho ukuba balithethe ilizwi lakho ngako konke ukungafihlisi

Thelekisa

Phonononga IZENZO 4:29

4

IZENZO 4:11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Nguye lo ilitye elenziwa into engento nini bakhi, elisuke laba yintloko yembombo.

Thelekisa

Phonononga IZENZO 4:11

5

IZENZO 4:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke kaloku, bakùbona ukungafihlisikuthetha koPetros noYohane, beqiqa nokuba ngabantu abangenamfundo, abangenakwazi, bamangaliswa; babaqonda ukuba babenaye uYesu.

Thelekisa

Phonononga IZENZO 4:13

6

IZENZO 4:32

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke kaloku inkitha yababekholiwe yayintliziyo-nye, imphefumlo mnye; kwaye kungekho namnye ubesithi kukho nto iyeyakhe empahleni yakhe; zonke izinto zaye zizezobudlelane kubo.

Thelekisa

Phonononga IZENZO 4:32

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IZENZO 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo