1
IZENZO 22:16
IZIBHALO EZINGCWELE
Nakaloku ùsalibele yini na? Suk' ume, ubhaptizwe, uhlambulule izono zakho, unqula igama leNkosi.
Thelekisa
Phonononga IZENZO 22:16
2
IZENZO 22:14
Wathi ke yena, UThixo woobawo bethu ukumisile wena ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, umbone lowo uliLungisa, uve ilizwi eliphuma emlonyeni wakhe
Phonononga IZENZO 22:14
3
IZENZO 22:15
ngokuba ùya kuba lingqina lakhe kubo bonke abantu, lezinto ozibonileyo nozivileyo.
Phonononga IZENZO 22:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo