1
IZENZO 10:34-35
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke kaloku uPetros wawuvula umlomo wakhe wathi, Ndiyaqiqa okwenyaniso ukuba uThixo akamkhethi wabuso bamntu; kwiintlanga zonke, lowo umoyikayo, asebenze ubulungisa, wamkelekile kuye.
Thelekisa
Phonononga IZENZO 10:34-35
2
IZENZO 10:43
Bonke abaprofeti bayamngqinela yena lo, ukuba, ngegama lakhe, bamkeliswa uxolelo lwezono bonke abakholwayo kuye.
Phonononga IZENZO 10:43
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo