1
KWABASETESALONIKA II 3:3
IZIBHALO EZINGCWELE
Ithembekile ke yona iNkosi, eya kunizimasa, inigcine kuyo inkohlakalo.
Thelekisa
Phonononga KWABASETESALONIKA II 3:3
2
KWABASETESALONIKA II 3:5
Yanga ke iNkosi ingáthi iintliziyo zenu izikhokelele eluthandweni lukaThixo, naselunyamezelweni lukaKristu.
Phonononga KWABASETESALONIKA II 3:5
3
KWABASETESALONIKA II 3:6
Ke kaloku siyanithethela, bazalwana, egameni leNkosi yethu uYesu Kristu, ukuba nikhwebuke kubo bonke abazalwana abahamba ngokunxaxha, bengahambi ngokwesithethe abasamkeláyo kuthi.
Phonononga KWABASETESALONIKA II 3:6
4
KWABASETESALONIKA II 3:2
nokuba sihlangùlwe ebantwini abangendawo, abakhohlakeleyo; kuba ukholo alubantwini bonke.
Phonononga KWABASETESALONIKA II 3:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo