1
USAMUWELI II 9:7
IZIBHALO EZINGCWELE
Wathi uDavide kuye, Musa ukoyika; ngokuba ndiya kukwenzela inceba ngenene, ngenxa kaYonatan uyihlo, ndikubuyisele onke amasimi kaSawule uyihlo; wena udle isonka etafileni yam ngamaxesha onke.
Thelekisa
Phonononga USAMUWELI II 9:7
2
USAMUWELI II 9:1
Wathi uDavide, Kusekho mpunde na kwindlu kaSawule, ukuze ndiyenzele inceba ngenxa kaYonatan?
Phonononga USAMUWELI II 9:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo