1
KWABASEKORINTE I 4:20
IZIBHALO EZINGCWELE
Kuba ubukumkani bukaThixo abusekuthetheni, busemandleni.
Thelekisa
Phonononga KWABASEKORINTE I 4:20
2
KWABASEKORINTE I 4:5
Ngoko ke, musani ukugweba nto phambi kwelona xesha, ide ifike iNkosi, eya kuthi izikhanyise nokuzikhanyisa izinto ezifihlakeleyo zobumnyama, iwabonakalalise amacebo entliziyo; andule ke ulowo nalowo abe nodumo oluvela kuThixo.
Phonononga KWABASEKORINTE I 4:5
3
KWABASEKORINTE I 4:2
Ke kaloku ke, kufuneka kuwo amagosa, ukuba ulowo kuwo afumaneke ethembekile.
Phonononga KWABASEKORINTE I 4:2
4
KWABASEKORINTE I 4:1
Makenjenjalo ke umntu ukucinga ngathi, athi singabakhonzi bakaKristu, athi singamagosa eemfihlelo zikaThixo.
Phonononga KWABASEKORINTE I 4:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo