1
KWABASEKORINTE I 10:13
IZIBHALO EZINGCWELE
Anibanjwanga silingo singesesabantu. Uthembekile ke uThixo, ongayi kuvumela ukuba nilingwe ngaphezu kweninako; owothi, kunye nesilingo eso, avelise ithuba lokuphuma kuso, ukuba nibe nako ukuthwala.
Thelekisa
Phonononga KWABASEKORINTE I 10:13
2
KWABASEKORINTE I 10:31
Ke ngoko nokuba niyadla, nokuba niyasela, nokuba nenza yiphi na into, zenzeleni uzuko lukaThixo izinto zonke.
Phonononga KWABASEKORINTE I 10:31
3
KWABASEKORINTE I 10:12
Ngoko ke lowo uba umi, makalumke angawi.
Phonononga KWABASEKORINTE I 10:12
4
KWABASEKORINTE I 10:23
Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke; zonke izinto zivumelekile kum, noko azakhi zonke.
Phonononga KWABASEKORINTE I 10:23
5
KWABASEKORINTE I 10:24
Makungabikho namnye ufuna okukokwakhe ukulungelwa; elowo makafune nokomnye.
Phonononga KWABASEKORINTE I 10:24
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo